[Intro]Mmm aah yelele aahMmm aah mmm aaahMmm[Verse 1]Ndandihleli ndendwaWazoncuma nam'Ndathatheka sibekwaNdithand' ubuhle bakho babyNdiyababona bonkeAkekho ofana naweUsis'phiwo kum'[Chorus]Kubo bonkeNdikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)Kubo bonkeNdikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)[Verse 2]EbumnyameniNdimamele inhliziyo yamiInombuzo uthi, ungandonwabisa?Ubomi bami bonke ndifunana nomuntu onguweBengiphelelwe ithembaKwakhanya ngawe[Chorus]Kubo bonkeNdikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)Kubo bonkeNdikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)[Bridge]Aaha ndihlele naweAmehlo wakho agcwele uthando (Agcwele uthando)[Chorus]Kubo bonke sthandwa samiNdikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)Kubo bonke (abantu, ndikhethe wena)Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)Kubo bonke (abantu, ndikhethe wena)Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)Kubo bonke (abantu, ndikhethe wena)Ndikhethe wena (Ndikhethe wena (wena), ndikhethe wena)[Outro]Mmm aah yelele ah mmmAah mmm aahMmm