Nathi

Ndenzenjani Lyrics

[Chorus]

Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey

Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani

[Verse 1]

Kolu thando ndibon' ingozi

Kolu thando ndibon' intshaba

Zezilungiswe nguw' ezonto

Ndenze njani?

[Verse 2]

Ndakuhliwa nasisifo

Onk' amandla am ahluthwa

Ndiyazama kodwa, ndenze njani?

Yiguqul' eyam intando

Yifanise nale yakho

Susa konk' ukuthandabuza

Ndenze njani?

[Chorus]

Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey

Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani

Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey

Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani

[Bridge]